Full Description
UHanda ufaka iziqhamo ezimnandi ezisixhenxe engobozini ukuze azihambisele umhlobo wakhe u-Akeyo njenge sothuso. Kodwa uhambo lukaHanda lumdlulisa kwiintlobo-ntlobo zezilwanyana, yaye iziqhamo zakhe zirhalisa ngolona hlobo kwezi zilwanyana. Handa puts seven different delicious fruits in a basket to take to her friend Ayeko as a surprise. ?But Handa's walk takes her past a variety of animals, and the fruits do look very inviting !